Port Elizabeth. South Africa
064 308 1041
info@yfapublications.com

Siwaphiwe Suarez Tengani

SIWAPHIWE TENGANI Isisele Senyathi

Ndizalelwe ndakukhulela kwilali yase East Bank  kwisithili sase Tsomo.
Ndingu mbali osakhasayo,  igama le qonga – Isisele Senyathi.

Ndiyimbongi yosiba osakhasayo.
Ndingu mbali wencwadi Liyovela Ke Kodw’ icebo.

Umbali ukwanguye nosekela sihlalo kwi Ward ahlala kuyo kumbutho wabantu abatsha (ANCYL).

Lombale ke unezakhono ezantsi, ngoku hamba ekhangela isitya ebumnyameni ukhe wangumfundi ePort Elizabeth college (Iqhayiya campus) efundela  ukuba yincutshe yokulungisa umbane. Kodwa ngenxa yokungabikho kwemali wayeka phakathi esikolweni wayaku xilenga kwezinye zevenkile ezinkulu apha eMzantsi  Afrika ethengisa impahla.

Injongo zam nje ngombali osakhasayo kukukhuthaza nokomeleza uluntu nabantwana abasakhulayo ingakumbi ulutsha esiphila nalo kule mihla  Khona ukuze bakwazi ukukhawulelana nemiceli ngeni ,izaqwithi kunye nezihange ezenzeka kwilizwe lethu.

Published Work

Liyovela Ke Kodw’Icebo

Ndinikeni usiba lwam ndishicilele ndingekafi

 Kuyakuthi ethubeni kulunge.

Yintlungu yokungakazi ukuzithethelela. Ndikhulele ezandleni ezishushu apho ndikhuliswa yingwevu kunye nengwevukazi. Bandifundise ukuzimela, uthando, imbeko ,intlonipho kunye nobuntu Ndikhulele kwikhaya le nkonzo apho besiyazi ukuba uThixo kunye Noqamata ngumcedi.

Liyokvela Ke Kodw'Icebo

Protected by Security by CleanTalk

Verified by MonsterInsights